Ukwenzela ezo mini apho kufuneka ulungise llantshi ethakwe ngokukhethekileyo okanye xa ufuna ukukhwankqisa uthile okhetheklleyo zama okunye kwale micamango enomdla 114 BONA XHOSA- February 2000
IMINI MEATBALLS Yanela abasi-8

lkg yetopside mince
2 amatswele amancinane, asikwe
alingane
2 amaqanda
200mlyemvuthuluka yesonka
esifreshi
1 ipakethi yewhite onion soup powder ityuwa nepepiie
ioyile yokuqhotsa

Xuba zonke izithako, ngaphand)e kweoyile. Kuqengqe kube ziimbulunga ezincinane, kuqhotse
okuphekwiyo
lMini Meatballs.
kuiaHsa uCHRISTA TUACO
Iuthcikv
Ngotha ndo
ngeoyile eshushu eninzi de kube mbala umdaka, kuvuthwe. Khama amafutha. Baphe nesaladi.

ICHILLI CHICKEN BURGER
Unokwenza iihambtirgers ezi-6

lkg yeraw minced chicken iqanda
itswele ellnye, llsikwe lilingane 5m1 yechilli powder (ukuba uyathanda)
80m1 yeemvuthuluka zesonka ityuwa nepeplle
5m1 yeherb blend for chicken lOmI yefresh chopped parsley lOOmI yeflawa ukuze ugqume ngayo Xuba ndawonye zonke izithako ngaphandle kweftawa. Kubumbe kube ziintlama ezintandathu, kugqume ngeflawa. Qhotsa de kube nombala ogolide macata kuphekisise. Baphe neebuns ezinelethasi neburger sauce ethandwe nguwe.

IFISH MAYONNAISE SANDWICH
WITH CARHOT AND RAISIN
SAI..AD
Yanela aba-4

300g yehake, iphekwe ize yenziwe

fbe yimvuthuluka (usenokusebenzisa
netuna enkonkxiweyo)
200m1 yemayonnaise
lOml yeAromat
8 izllayi zesonka, ziqatywe ibhotolo
4 iminqathe ephakathi ngobukhulu.
ikhutshwe ize igreyithwe
150m1 yeseedless raisins
5omlyeorange juice
2 iitapile ezinkulu. ziphekwe, ziyeke
ziphole
2 amatswele amancinane, asikwe
alingane
2 iicelery stalks, zisikwe
125g yeham okanye ipoloni, isikwe
ibe zizilayi ezicekethekileyo
40m1 yemayonnaise
lOml yekheri ityuwa nepepile
Khupha umngaphakathi wetapile, sika kube ngamacala alinganayo, xuba nezithako eziseleyo. Kugalele kumngaphakathi wetapile. Baphe nelethasi netomato salad.

ICREAMY CHICKEN PITA
Xuba ihake, imayonnaise neAromat. Kugalele esonkeni wenze isandwich. Kusike kube zizikwere. Xuba iminqathe, iirasentyisi nejuice. Baphe nesandwich zentlanzi.

IN000LE AND PILCHARD SALA
Yanela aba-4

240g yepasta shells
2 iinkonxa zepllchards okanye ituna, kukhutshwe umhluzi 4logyenkonkxa yeltalian tomato and herb mix
izllayi ezimbalwe zeshaved cheese

Pheka iphasta njengoko kuboniswe kwimiyalelo esepakethini. Khupha amanzi, yiyeke iphole. Xuba iplichards netomato mix, xuba nephasta. Galela ngecephe kwisitya seplastiki. Faaza ngetshizi.

ICOLD STUFFED POTATOE
Yanela aba-4
IChiI!i Chicken Burger.
8ONA XHOSA February 20U0 1 C
Ngothando
Unokwenza ezi-4
400g yenyama yenkuku, isikwe
ilingarie macala
40m1 yebhotolo
itswele
lOml yegarlic etyunyuziweyo
120m1 yepeas
2 iminqathe, ikhuhlwe ize igreyithwe
lOml yemixed herbs
50m1 yebhotolo
50m1 yeflawa
45Omlyobisi
20m1 yecheddar cheese. igreyithwe
ityuwa nepeplle
4 iipita breads

Yenza shushu ibhotolo embizeni, galela inyama yenkuku, yiqhotse de ibe nombala ogolide, yipheke ivuthwe, yibeke ecaleni. Usebenzisa imbiza ekwanye, galela itswele negartic, qhotsa de kuthambe. Galela iipeas neminqathe nomxube wemithana yokunonga. Pheka imizuzu emi-5. Kwimbiza esecaleni, nyibilikisa ibhotolo, galela iftawa, uxubisise. Uthe ngcembe galela ubisi, umana uzamisa de kujiye. Galeta itshizi netyuwa nepepile ivakale. Xa itshizi inyibilikile, yiyeke iphole. Galela kwiipita breads. 
AMACEBISO
 KwiChicken Burger endaweni yokuzenzela eyakho ipatty, sebenzisa iimince patty ozithengileyo okanye ifish cakes.
	lntlanzi inokuba kokusele kwiNoodle And Pilchard Salad -inyama yenkuku okanye yenkomo eseleyo inokunqunqwa ize isetyenziswe xa ufuna njalo.
	lPita breads zinokusetyenziswa kunye nesaladi yakhaphetshu nesliced beef.
	Iitapite ezibandayo zinokusikwa zilingane zize zixutywe nemayonnaise. Iham okanye ipoloni inokusetyenziswa ekwenzeni ipotato salad.
	Ukuba akukwazi ukufumana ipita breads, sebenzisa ibread rolls ezingqukuva kuze kufakwe kuzo inyama yenkuku, okanye eyenkomo okanye icabbage salad.
1 1 6 BONA XHOSA - February 2000
(Yenza ezili-8)
	lzithako	lzinto zokutaka ngaphakathi
	250g (500m1) yeself-raising flour	lOOg (150m1) yecurrants
	2m1 yetyuwa	lOOg (150m1) yeesultanas
	lOOg (lOOml) yeRama Margarine	50g (60m1) yesweklle
	25g (30m1) yecastor sugar	5m1 yemixed spice
	iqanda liqhuqhwe	50g (50m1) yeRama Margarine
	50m1 yobisi	ethamblleyo

lncileIa yokwenza
Hluzela iflawa netyuwa esityeni uuze uzamisele i-lOOg yeRama necastor sugar. Galeta iqanda nobisi zibeyintlama eqinileyo. Yiyeke imizuzu engama-30 ukuze uyirolele kwibhodi eneflawa ebuxande.
Xuba izithako zokufaka ngaphakathi entlameni. Sasaza into yokufaka ngaphakathi enttameni. Rola okweswiss roll kwicala elide loxande. Usebenzisa imela ebukhali, sika ibeziirola ezili-18.
Zibeke ngecala elimcaba kwitreyo ethanjiswe ngamafutha neflawa yokubhaka
ubhake kwionti ekwiqondo lobushushu obuyi-200C imizuzu eli-15 okanye ide ivuthwe inyuke. Zikhuphe kwi-onti uzipholise.

Ezinye iincllela onokuzenza ngazo
1. Bhuqabhuqa amavili aphekiweyo ngentwana ye-icing sugar okanye ufake isiqingatha sevili ngatinye
kwitshokolethi enyibilikisiweyo.
2. Fafaza itshokolethi
enyibitikisiweyo ngaphezulu
kwamavili aphekiweyo.
3. Endaweni yeecurrants faka i-lOOg (150 ml) yeglace cherries
ezinqunqiweyo.
YL
1ried Fruit
WheeIs
U NGAPHOSWA!
Abo benu abangenalo ithamsanqa fokuzimasa iindibano zeRama, zonke iinyanga siza kukhupha iiresiphi eboniswe nguVeronica Akari kwiindibano nyanga zonke.
i8 BONA XHOSA - February 2000
